Loyiso Gijana – We Madoda Sabelani (Lyrics)

Loyiso Gijana – We Madoda Sabelani (Lyrics)

Check out the lyrics for the song, We Madoda Sabelani by Loyiso Gijana. The tear jerking socially conscious single from former Idols Contestant Lloyiso Gijana.

[Chorus]
Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Wee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Abafazi bayalila (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

[Verse]
Ndiyathandaza Nkosi uphendule imithandazo yethu, izikhalo uyaziva, abafazi bayslila.
Mhh…
Syathandaza Nkosi bedlwengulwa, bebulalwa bekhalela ubomi babo
ngenelela! ngenelela! Ngenelela!

[Chorus]
Wee Madoda Mamelani (Iyooh!)
Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Wee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Wee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Wee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi (x2)

Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

DOWNLOAD AUDIO

More Downloads

Updated: June 19, 2020 — 10:42 pm